IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 22:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Oobawo babekholose ngawe;+

      Babekholosile, yaye waqhubeka ubasindisa.+

  • Yeremiya 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Owu wena themba likaSirayeli,+ Msindisi wakhe+ ngexesha lokubandezeleka,+ kutheni na ukuba ube njengomphambukeli elizweni, nanjengomhambi othe gu bucala ukuze achithe ubusuku?+

  • Yeremiya 50:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Bonke abo babafumanayo babadle babagqiba,+ yaye iintshaba zabo zithe,+ ‘Asiyi kuba natyala,+ ngenxa yokuba bamonile uYehova indawo yokuhlala yobulungisa+ nethemba lookhokho babo,+ uYehova.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share