IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 30:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+

  • Isaya 11:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa.

  • Isaya 43:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiya kuthi kumntla,+ ‘Khupha!’ nakumzantsi ndithi, ‘Musa ukunqanda. Zisa oonyana bam abavela kude, neentombi zam ezivela esiphelweni somhlaba,+

  • Isaya 54:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba uya kuphuma uye ngasekunene nangasekhohlo,+ nenzala yakho iya kuzidla ilifa iintlanga,+ izime izixeko ebeziphanzile.+

  • Isaya 60:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Phakamisa amehlo akho macala onke uze ubone! Bonke baqokelelene ndawonye;+ beze kuwe.+ Oonyana bakho beza bevela kude, neentombi zakho eziza kunyanyekelwa ephangweni.+

  • Mateyu 24:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye uya kuthumela iingelosi zakhe zinesandi esikhulu sexilongo,+ zihlanganisele ndawonye abo banyuliweyo+ bakhe bevela koomoya abane,+ ukusuka kwesinye isiphelo samazulu ukusa kwesinye isiphelo sawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share