IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+

  • Isaya 10:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Kothi ke ngaloo mini umthwalo wakhe usuke egxalabeni lakho,+ nedyokhwe yakhe entanyeni yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo idyokhwe leyo iya kwaphuka+ ngenxa yeoli.”

  • Yeremiya 30:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Kothi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiyaphule idyokhwe esentanyeni yakho, nezibopho zakho ndiya kuziqhawula kubini,+ nabasemzini abasayi kuba samxhaphaza njengesicaka.

  • Hezekile 34:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Nomthi wasendle umele unike isiqhamo sawo,+ nelizwe liya kunikela imveliso yalo,+ yaye okunene ziya kuba semhlabeni wazo zinqabisekile.+ Ziya kwazi ukuba ndinguYehova ndakuzaphula iidyokhwe+ zazo kwaye ndizihlangule esandleni sabo babezisebenzisa njengamakhoboka.+

  • Nahum 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share