Duteronomi 27:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Isaya 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+ Yakobi 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+
19 “‘Uqalekisiwe ojika+ isigwebo+ somphambukeli+ nesenkwenkwe engenayise nesomhlolokazi.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
23 Iinkosana zakho zineenkani yaye zingamaqabane amasela.+ Zonke zithanda isinyobo,+ zikwasukela nezipho.+ Aziligwebi ityala lenkwenkwe engenayise; kwanetyala lomhlolokazi abazikhathazi ngalo.+
27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+