IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokubhekele phaya, uDavide wamisa iinkampu zomkhosi+ eSiriya yaseDamasko; aza amaSiriya aba ngabakhonzi bakaDavide bokuzisa unikelo.+ Yaye uYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+

  • 2 Kumkani 14:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ke eminye imicimbi kaYerobhoham nako konke awakwenzayo namandla akhe, indlela awalwa ngayo nendlela awabuyisela ngayo iDamasko+ neHamati+ kuYuda kwaSirayeli, akubhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

  • 2 Kronike 28:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngenxa yoko uYehova uThixo wakhe wamnikela esandleni+ sikakumkani waseSiriya,+ kangangokuba wambetha waza wathabatha kuye inani elininzi labathinjwa, wabazisa eDamasko.+ Wanikelwa esandleni sikakumkani wakwaSirayeli,+ kangangokuba wamxabela wambulala ngogonyamelo olukhulu.

  • Isaya 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Masinyuke nxamnye nelakwaYuda size silahlukanise, sizithabathele lona ngokutyhoboza; yaye masimisele omnye ukumkani njengomlawuli ngaphakathi kwalo, unyana kaTabheheli.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share