Yoshuwa 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uYoshuwa wathumela amadoda asuka eYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven,+ ngakwimpuma yeBheteli,+ yaye wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngako oko amadoda enyuka aya kuhlola iAyi.+
2 Waza uYoshuwa wathumela amadoda asuka eYeriko ukuba aye eAyi,+ ekufuphi neBhete-aven,+ ngakwimpuma yeBheteli,+ yaye wathi kuwo: “Nyukani niye kuhlola ilizwe.” Ngako oko amadoda enyuka aya kuhlola iAyi.+