2 Kronike 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko iimbaleki+ zaqhubeka, zidlula isixeko ngesixeko zilityhutyha lonke ilizwe lakwaEfrayim+ nelakwaManase, kwanakwaZebhulon; kodwa ngokuqhubekayo bahlekisa ngazo yaye bazigculela.+ Yeremiya 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+
10 Ngoko iimbaleki+ zaqhubeka, zidlula isixeko ngesixeko zilityhutyha lonke ilizwe lakwaEfrayim+ nelakwaManase, kwanakwaZebhulon; kodwa ngokuqhubekayo bahlekisa ngazo yaye bazigculela.+
6 Kuba kukho umhla abaya kuthi ngawo okunene abalindi abakummandla weentaba wakwaEfrayim bamemeze bathi, ‘Sukani, madoda, size sinyuke siye eZiyon, kuYehova uThixo wethu.’”+