IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 25:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba isandla sikaYehova siya kuhlala kule ntaba,+ yaye uMowabhi uya kunyathelwa+ kule ndawo yakhe njengemfumba yeendiza inyathelwa endaweni yomgquba.+

  • Amosi 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ukuze badle ilifa loko kuseleyo kwaEdom,+ nazo zonke iintlanga ezibizwe ngegama lam,’+ utsho uYehova, owenza oku.

  • Obhadiya 18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye indlu kaYakobi imele ibe ngumlilo,+ nendlu kaYosefu ibe lidangatye, ize indlu kaEsawu ibe njengeendiza;+ kwaye bamele babatshise baze babaqwenge. Yaye akuyi kubakho usindayo endlwini kaEsawu;+ kuba uYehova ukuthethile oko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share