Numeri 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UEdom umele abe lilifa,+Ewe, uSehire+ umele abe lilifa leentshaba zakhe,+Ngoxa uSirayeli yena ebonakalisa isibindi. Isaya 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bamele baphaphazele egxalabeni lamaFilisti baye ngasentshona;+ xa bebonke baya kubaphanga oonyana baseMpuma.+ Baya kusa isandla sabo+ kuEdom noMowabhi, noonyana baka-Amoni baya kuba phantsi kwabo.+ Obhadiya 19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye bamele bayidle ilifa iNegebhi, kwanommandla weentaba wakwaEsawu,+ nowakwaShefela, kwanowamaFilisti.+ Kwaye bamele bawudle ilifa umhlaba wakwaEfrayim+ nomhlaba waseSamariya;+ yaye uBhenjamin umele ayidle ilifa iGiliyadi.+
18 UEdom umele abe lilifa,+Ewe, uSehire+ umele abe lilifa leentshaba zakhe,+Ngoxa uSirayeli yena ebonakalisa isibindi.
14 Bamele baphaphazele egxalabeni lamaFilisti baye ngasentshona;+ xa bebonke baya kubaphanga oonyana baseMpuma.+ Baya kusa isandla sabo+ kuEdom noMowabhi, noonyana baka-Amoni baya kuba phantsi kwabo.+
19 Yaye bamele bayidle ilifa iNegebhi, kwanommandla weentaba wakwaEsawu,+ nowakwaShefela, kwanowamaFilisti.+ Kwaye bamele bawudle ilifa umhlaba wakwaEfrayim+ nomhlaba waseSamariya;+ yaye uBhenjamin umele ayidle ilifa iGiliyadi.+