Isaya 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa wena ke, ulahlwe kude ungenandawo ungcwatyelwa kuyo,+ njengehlumelo elicekisekayo, wambeswe ngabantu ababuleweyo abaxhokrozwe ngekrele abehla baye ematyeni omhadi,+ njengesidumbu esinyathelweyo.+ Yeremiya 50:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+ Yeremiya 51:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Lowo ugoba isaphetha sakhe makangasigobi.+ Makungabikho bani uphakamayo ekwisambatho sakhe sentsimbi. “Kwaye nina musani ukubonisa nayiphi na imfesane kubafana bayo.+ Wutshabalaliseni wonke umkhosi wayo.+
19 Kodwa wena ke, ulahlwe kude ungenandawo ungcwatyelwa kuyo,+ njengehlumelo elicekisekayo, wambeswe ngabantu ababuleweyo abaxhokrozwe ngekrele abehla baye ematyeni omhadi,+ njengesidumbu esinyathelweyo.+
27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+
3 “Lowo ugoba isaphetha sakhe makangasigobi.+ Makungabikho bani uphakamayo ekwisambatho sakhe sentsimbi. “Kwaye nina musani ukubonisa nayiphi na imfesane kubafana bayo.+ Wutshabalaliseni wonke umkhosi wayo.+