Isaya 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Izaphetha zawo ziya kubageqa abafana.+ Isiqhamo sesizalo akayi kusisizela;+ iliso lawo aliyi kuba nosizi ngoonyana. Yeremiya 50:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko ke abafana bayo baya kuwela kwiindawo zayo zembutho,+ nawo onke amadoda ayo emfazwe aya kwenziwa athi cwaka ngaloo mini,”+ utsho uYehova.
18 Izaphetha zawo ziya kubageqa abafana.+ Isiqhamo sesizalo akayi kusisizela;+ iliso lawo aliyi kuba nosizi ngoonyana.
30 Ngoko ke abafana bayo baya kuwela kwiindawo zayo zembutho,+ nawo onke amadoda ayo emfazwe aya kwenziwa athi cwaka ngaloo mini,”+ utsho uYehova.