IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndixelelwe umbono+ olukhuni: Iqhophololo liqhubana ngobuqhophololo, nomphangi uyaphanga.+ Nyuka, Elam! Ngqinga, Medi!+ Ndikuyekisile konke ukuncwina okungenxa yakhe.+

  • Yeremiya 50:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba yabonani, ndivuselela ndize ndinyuse nxamnye neBhabhiloni ibandla leentlanga ezinkulu ezivela kwilizwe lasemntla,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kwakha uluhlu nxamnye nayo.+ Iya kuthinjwa apho.+ Iintolo zazo zinjengezo zendoda enamandla ehlutha abazali abantwana, engabuyi ingenamiphumo.+

  • Yeremiya 51:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Khazimlisani iintolo.+ Zalisani amakhaka abusazinge. UYehova uwuvuselele umoya wookumkani bamaMedi,+ ngenxa yokuba ingcinga yakhe inxamnye neBhabhiloni,+ ukuze ayonakalise. Kuba yimpindezelo kaYehova, impindezelo ngenxa yetempile yakhe.+

  • Daniyeli 5:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 baza ubukumkani bathatyathwa nguDariyo+ umMedi, eneminyaka emalunga namashumi amathandathu anesibini ubudala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share