Isaya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+ Yeremiya 51:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 “Ngokuqinisekileyo aya kumemelela ngovuyo+ amazulu nomhlaba nako konke oko kukuwo ngenxa yeBhabhiloni, kuba kuya kufika kuyo abaphangi bevela ngasemntla,”+ utsho uYehova. Yeremiya 51:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 “Kwanokuba iBhabhiloni ingenyukela emazulwini+ nokuba ingade iyenze ingafikeleleki indawo ephakamileyo yamandla ayo,+ abaphangi baya kuza kuyo bevela kum,”+ utsho uYehova.
33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+
48 “Ngokuqinisekileyo aya kumemelela ngovuyo+ amazulu nomhlaba nako konke oko kukuwo ngenxa yeBhabhiloni, kuba kuya kufika kuyo abaphangi bevela ngasemntla,”+ utsho uYehova.
53 “Kwanokuba iBhabhiloni ingenyukela emazulwini+ nokuba ingade iyenze ingafikeleleki indawo ephakamileyo yamandla ayo,+ abaphangi baya kuza kuyo bevela kum,”+ utsho uYehova.