IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 137:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 137 Ngasemilanjeni yaseBhabhiloni+—sahlala phantsi apho.+

      Salila sakuyikhumbula iZiyon.+

  • Isaya 14:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umhlaba uphela uphumle,+ awuphazanyiswa. Abantu bachwayitile yintswahla yemivuyo.+

  • Isaya 35:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+

  • Yeremiya 31:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza bamemelele ngovuyo kwindawo ephakamileyo yaseZiyon+ baze bakhazimle ngenxa yokulunga kukaYehova,+ ngenxa yokudla okuziinkozo nangenxa yewayini entsha+ nangenxa yeoli nangenxa yamathole omhlambi neenkomo.+ Nomphefumlo wabo uya kusuka ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ yaye abayi kuba sadangala kwakhona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share