-
2 Kumkani 8:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 UHazayeli wathi: “Kutheni na inkosi yam ilila nje?” Yona yathi: “Ngenxa yokuba ndiyayazi indlela oza kubenzakalisa+ ngayo oonyana bakaSirayeli. Iindawo zabo ezinqatyisiweyo uya kuzitshisa ngomlilo, yaye amadoda abo abalaseleyo uya kuwabulala ngekrele, nabantwana babo uya kubaqhekeza,+ nabafazi babo abamithiyo uya kubaqhaqha.”+
-