IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 nabantwana babo kanye baya kutyunyuzwa phambi kwamehlo abo.+ Izindlu zabo ziya kuphangwa, nabafazi babo baya kudlwengulwa.+

  • Hoseya 13:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+

  • Amosi 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu koonyana baka-Amoni,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku,+ ngenxa yokuqhaqha kwabo abafazi abamithiyo baseGiliyadi, ngenjongo yokwandisa ummandla wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share