IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 98:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Dumani kuYehova ngoloyiso, nonke nina bantu bomhlaba.+

      Chwayitani, nimemelele ngovuyo, nicule uncuthu lwengoma.+

  • INdumiso 126:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ngelo xesha umlomo wethu wazaliswa kukuhleka,+

      Nolwimi lwethu yintswahla yovuyo.+

      Ngelo xesha batsho phakathi kweentlanga ukuthi:+

      “Inkulu into abenzele yona uYehova.”+

  • IMizekeliso 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+

  • Isaya 49:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Memelelani ngochulumanco, nina mazulu,+ uvuye nawe mhlaba.+ Iintaba mazichwayite zimemelele ngochulumanco.+ Kuba uYehova ubathuthuzele abantu bakhe,+ yaye unosizi ngabaxhwalekileyo bakhe.+

  • Yeremiya 51:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 “Ngokuqinisekileyo aya kumemelela ngovuyo+ amazulu nomhlaba nako konke oko kukuwo ngenxa yeBhabhiloni, kuba kuya kufika kuyo abaphangi bevela ngasemntla,”+ utsho uYehova.

  • ISityhilelo 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Chulumanca ngenxa yaso, Owu zulu,+ nani bangcwele+ nani bapostile+ nani baprofeti, ngenxa yokuba uThixo usigwebile ngenxa yenu!”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share