Yeremiya 51:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Yaye uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile nxamnye nale ndawo, ukuze uyinqumle, kungabikho mmi kuyo,+ nokuba yindoda okanye isilwanyana sasekhaya, kodwa ukuze ibe yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.’
62 Yaye uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile nxamnye nale ndawo, ukuze uyinqumle, kungabikho mmi kuyo,+ nokuba yindoda okanye isilwanyana sasekhaya, kodwa ukuze ibe yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.’