IMizekeliso 27:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kanye njengentaka ibhabha isimka kwindlwane yayo,+ unjalo umntu osaba kwindawo yakhe.+ Isaya 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuya kuthi ke, njengebhadi elisukelwayo nanjengomhlambi ongenabani wokuwuqokelela,+ bajike, ngamnye aye ebantwini bakowabo; yaye baya kusaba, ngamnye aye kwilizwe lakowabo.+ Yeremiya 48:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “Yima ngxi uze uqwalasele indlela le, mmi olibhinqa waseArohere.+ Buza osabayo nalowo ubalekayo. Yithi, ‘Kwenzeke ntoni na?’+
14 Kuya kuthi ke, njengebhadi elisukelwayo nanjengomhlambi ongenabani wokuwuqokelela,+ bajike, ngamnye aye ebantwini bakowabo; yaye baya kusaba, ngamnye aye kwilizwe lakowabo.+
19 “Yima ngxi uze uqwalasele indlela le, mmi olibhinqa waseArohere.+ Buza osabayo nalowo ubalekayo. Yithi, ‘Kwenzeke ntoni na?’+