IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngako oko uKayin wemka ebusweni bukaYehova+ waza wahlala kwilizwe leeMbacu ngasempuma ye-Eden.

  • Eksodus 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15  UFaro wayiva le nto, waza walinga ukumbulala uMoses;+ kodwa uMoses wabaleka+ wemka kuFaro waya kuhlala ezweni lakwaMidiyan;+ wafika khona wahlala ngasequleni.

  • 1 Samuweli 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Noko ke, uDavide wathi entliziyweni yakhe: “Ke kaloku ngenye imini ndoze nditshayelwe sisandla sikaSawule. Akukho nto ilunge ngakumbi kum kunokuba nakanjani na ndibalekele+ kwilizwe lamaFilisti;+ uSawule umele aphelelwe lithemba ekundifuneni kwakhe kuwo wonke ummandla wakwaSirayeli,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaleka esandleni sakhe.”

  • 1 Kumkani 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share