IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukugcoba ngeentambula kuphelile, ingxolo yabo banochulumanco olukhulu ayiqhubeki, ukugcoba kohadi kuphelile.+

  • Yeremiya 25:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “Wena ke, uya kuprofeta kubo onke la mazwi, uthi kubo, ‘UYehova uya kugquma ephezulu,+ kwaye uya kukhupha ilizwi lakhe ekwindawo yakhe engcwele yokuhlala.+ Nakanjani na uya kugquma ekwindawo yakhe yokuhlala. Ngokukhwaza okunjengoko kwabo baxovula isixovulelo sewayini uya kuvuma nxamnye nabo bonke abemi bomhlaba.’+

  • Yeremiya 48:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Isukile imihlali novuyo kwibhoma nakwilizwe lakwaMowabhi.+ Ndiyiphelisile iwayini kwizixovulelo zewayini.+ Akukho bani uya kuxovula ekhwaza. Ukukhwaza akuyi kuba kukukhwaza.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share