Isaya 42:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+ Yoweli 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+ Amosi 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “UYehova—uya kugquma eseZiyon,+ akhuphe ilizwi lakhe eseYerusalem;+ yaye amadlelo abalusi amele azile, uchochoyi lweKarmele lumele lome.”+
13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+
16 UYehova uya kugquma eseZiyon, uya kulivakalisa ilizwi lakhe eseYerusalem.+ Izulu nomhlaba ngokuqinisekileyo ziya kunyikima;+ kodwa uYehova uya kuba yindawo yokusabela yabantu bakhe,+ nenqaba koonyana bakaSirayeli.+
2 Wathi: “UYehova—uya kugquma eseZiyon,+ akhuphe ilizwi lakhe eseYerusalem;+ yaye amadlelo abalusi amele azile, uchochoyi lweKarmele lumele lome.”+