2 Kumkani 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala. Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+ Zekariya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Isibhengezo:+ “Ilizwi likaYehova lichasene nelizwe laseHadraki, naseDamasko+ liyahlala; kuba iliso likaYehova lisemntwini wasemhlabeni+ nakuzo zonke izizwe zakwaSirayeli.
9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala.
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
9 Isibhengezo:+ “Ilizwi likaYehova lichasene nelizwe laseHadraki, naseDamasko+ liyahlala; kuba iliso likaYehova lisemntwini wasemhlabeni+ nakuzo zonke izizwe zakwaSirayeli.