Duteronomi 23:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Xa uthe wangena ekudleni okuziinkozo okungekavunwa kwedlelane lakho, uze ukhe izikhwebu ezivuthiweyo kuphela ngesandla sakho, kodwa ungafaki rhengqa ekudleni okuziinkozo okungekavunwa kwedlelane lakho.+ Yeremiya 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Thetha uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Izidumbu zabantu zimele nazo ziwe njengomgquba phezu kobuso bomhlaba nanjengezithungu ezisandul’ ukusikwa emva komvuni, kungekho bani wokuhlanganisa.”’”+ Hoseya 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngapha koko, Yuda, umiselwe isivuno, xa ndibuyisa abathinjwa babantu bam.”+ Yoweli 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Fakani irhengqa,+ kuba isivuno sivuthiwe.+ Yizani, yihlani, kuba isixovulelo sewayini sizele.+ Okunene iifatyi zesixovulelo ziyaphuphuma; kuba ububi babo buninzi.+
25 “Xa uthe wangena ekudleni okuziinkozo okungekavunwa kwedlelane lakho, uze ukhe izikhwebu ezivuthiweyo kuphela ngesandla sakho, kodwa ungafaki rhengqa ekudleni okuziinkozo okungekavunwa kwedlelane lakho.+
22 “Thetha uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Izidumbu zabantu zimele nazo ziwe njengomgquba phezu kobuso bomhlaba nanjengezithungu ezisandul’ ukusikwa emva komvuni, kungekho bani wokuhlanganisa.”’”+
13 “Fakani irhengqa,+ kuba isivuno sivuthiwe.+ Yizani, yihlani, kuba isixovulelo sewayini sizele.+ Okunene iifatyi zesixovulelo ziyaphuphuma; kuba ububi babo buninzi.+