Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Yeremiya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+ Amosi 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+
14 Ndiza kubabuyisa abathinjiweyo babantu bam amaSirayeli,+ kwaye okunene baya kwakha izixeko eziphanzileyo baze babe ngabemi bazo,+ batyale izidiliya baze basele iwayini yazo, benze imiyezo baze badle iziqhamo zayo.’+