Yoshuwa 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umda wenyuka waya kwintlambo yonyana kaHinom+ ukuya ethambekeni lamaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem;+ umda wenyuka waya phezulu entabeni ejongene nentlambo yaseHinom ukuya ngasentshona, engasekupheleni kwentili yamaRefa+ ukuya ngasentla. Yoshuwa 18:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Umda wehla waya kwisiphelo sentaba ejongene nentlambo yonyana kaHinom,+ ekwintili yamaRefa+ ngasemntla, kwaye wehla waya kwintlambo kaHinom, kwithambeka lamaYebhusi+ ngasemzantsi, waza wehla waya e-En-rogele.+ 2 Samuweli 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye amaFilisti eza aza ahambahamba entilini yamaRefa.+
8 Umda wenyuka waya kwintlambo yonyana kaHinom+ ukuya ethambekeni lamaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem;+ umda wenyuka waya phezulu entabeni ejongene nentlambo yaseHinom ukuya ngasentshona, engasekupheleni kwentili yamaRefa+ ukuya ngasentla.
16 Umda wehla waya kwisiphelo sentaba ejongene nentlambo yonyana kaHinom,+ ekwintili yamaRefa+ ngasemntla, kwaye wehla waya kwintlambo kaHinom, kwithambeka lamaYebhusi+ ngasemzantsi, waza wehla waya e-En-rogele.+