Duteronomi 32:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+ 2 Samuweli 22:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kuba ngubani na uThixo ingenguye uYehova,+Ngubani na iliwa ngaphandle koThixo wethu?+ INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+ Isaya 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kholosani ngoYehova+ ngamaxesha onke, kuba likuYa uYehova iLiwa+ ukusa kwixesha elingenammiselo.
4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+Lilungisa yaye uthe tye yena.+
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+