Isaya 60:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Phakamisa amehlo akho macala onke uze ubone! Bonke baqokelelene ndawonye;+ beze kuwe.+ Oonyana bakho beza bevela kude, neentombi zakho eziza kunyanyekelwa ephangweni.+ Zekariya 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuya kuthi ke, ngokubhekisele kuye wonk’ ubani oseleyo kuzo zonke iintlanga ezingenela iYerusalem,+ anyuke iminyaka ngeminyaka+ aye kuqubuda kuKumkani,+ uYehova wemikhosi,+ nokuya kubhiyozela umthendeleko weminquba.+
4 “Phakamisa amehlo akho macala onke uze ubone! Bonke baqokelelene ndawonye;+ beze kuwe.+ Oonyana bakho beza bevela kude, neentombi zakho eziza kunyanyekelwa ephangweni.+
16 “Kuya kuthi ke, ngokubhekisele kuye wonk’ ubani oseleyo kuzo zonke iintlanga ezingenela iYerusalem,+ anyuke iminyaka ngeminyaka+ aye kuqubuda kuKumkani,+ uYehova wemikhosi,+ nokuya kubhiyozela umthendeleko weminquba.+