IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 46:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Kuxeleni oku eYiputa, madoda, nikuvakalise naseMigdoli,+ nikuvakalise naseNofu+ naseTapanehesi.+ Yithini, ‘Zimise, zilungiselele wena kanye,+ kuba ngokuqinisekileyo ikrele liya kukuqwenga ngeenxa zonke.+

  • Hezekile 30:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kuzitshabalalisa izithixo ezinezothe+ ndize ndibayekise noothixo abangenaxabiso eNofu,+ yaye akuyi kuphinda kubekho sikhulu kwilizwe laseYiputa; kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kufaka ukoyika kwilizwe laseYiputa.+

  • Hoseya 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba, khangela! baya kuhamba ngenxa yokuphangwa.+ IYiputa ngokwayo iya kubahlanganisa;+ iMemfis+ iya kubangcwaba. Ke izinto zabo ezinqwenelekayo zesilivere, ilifa lazo liya kudliwa ngamarhawu;+ amatyholo anameva aya kuba ziintente zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share