Isaya 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Isibhengezo nxamnye neYiputa:+ Khangela! UYehova ukhwele kwilifu+ elikhawulezayo esiya eYiputa. Kwaye oothixo baseYiputa abangenaxabiso ngokuqinisekileyo baya kudidizela ngenxa yakhe,+ nentliziyo yeYiputa iya kunyibilika ngaphakathi kuyo.+ Yeremiya 43:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kuzitshisa ngomlilo izindlu zoothixo baseYiputa;+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzitshisa zona, bona abathimbe, aze azisonge ngelizwe laseYiputa, kanye njengoko umalusi ezisonga ngesambatho sakhe,+ yaye okunene uya kuphuma apho ngoxolo. Zekariya 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+
19 Isibhengezo nxamnye neYiputa:+ Khangela! UYehova ukhwele kwilifu+ elikhawulezayo esiya eYiputa. Kwaye oothixo baseYiputa abangenaxabiso ngokuqinisekileyo baya kudidizela ngenxa yakhe,+ nentliziyo yeYiputa iya kunyibilika ngaphakathi kuyo.+
12 Ndiza kuzitshisa ngomlilo izindlu zoothixo baseYiputa;+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kuzitshisa zona, bona abathimbe, aze azisonge ngelizwe laseYiputa, kanye njengoko umalusi ezisonga ngesambatho sakhe,+ yaye okunene uya kuphuma apho ngoxolo.
2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+