Yeremiya 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Sive ilizwi lokungcangcazela, nelokunkwantya,+ yaye akukho luxolo. Amosi 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+
18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+