Yeremiya 30:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Awu! Kuba ngumhla omkhulu lowo,+ kangangokuba awukho omnye onjengawo,+ kwaye lixesha lokubandezeleka kuYakobi.+ Kodwa uya kusindiswa kuko.” Yoweli 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla! Amosi 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngoko ke naku endiya kukwenza kuwe, Sirayeli. Ngenxa yokuba ndiya kwenza kanye le nto kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho,+ Sirayeli.
7 Awu! Kuba ngumhla omkhulu lowo,+ kangangokuba awukho omnye onjengawo,+ kwaye lixesha lokubandezeleka kuYakobi.+ Kodwa uya kusindiswa kuko.”
15 “Awu ke loo mini;+ ngenxa yokuba ikufuphi imini kaYehova,+ kwaye iya kuza njengokuphanga ivela kuLowo unguSomandla!
12 “Ngoko ke naku endiya kukwenza kuwe, Sirayeli. Ngenxa yokuba ndiya kwenza kanye le nto kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho,+ Sirayeli.