IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 106:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Wayewukhumbula umnqophiso wakhe kubo,+

      Wayezisola ngobubele bakhe bothando obuninzi obuzukileyo.+

  • Yeremiya 26:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Mhlawumbi baya kuphulaphula baze babuye, ngamnye endleleni yakhe embi,+ ndize ndizisole ngenxa yentlekele endicinga ukuyiphumeza kubo ngenxa yobubi bezenzo zabo.+

  • Yoweli 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Krazulani iintliziyo zenu,+ kungekhona izambatho zenu;+ nize nibuyele kuYehova uThixo wenu, kuba unobabalo nenceba,+ uzeka kade umsindo+ kwaye unobubele bothando obuninzi,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuzisola ngenxa yentlekele.+

  • Yona 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye uTHIXO oyinyaniso wayibona imisebenzi yabo,+ ukuba babebuyile endleleni yabo embi;+ yaye uTHIXO oyinyaniso wazisola+ ngentlekele awayethe uza kubazisela yona; waza akayizisa.+

  • Yona 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngenxa yoko wathandaza kuYehova wathi: “Awu, Yehova, ibingengomcimbi wam na lo, ngoxa bendisemhlabeni wakowethu? Kungenxa yoko le nto ndiye ndahamba phambili ndaza ndabaleka ndemka ndaya eTarshishe;+ kuba bendisazi ukuba unguThixo onobabalo nenceba,+ ozeka kade umsindo nonobubele bothando obuninzi,+ nozisolayo ngentlekele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share