Hezekile 33:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Wena ke, nyana womntu, oonyana babantu bakowenu bathetha ngawe omnye komnye ngasezindongeni naseminyango yezindlu,+ omnye uthethe nomnye, ngamnye nomntakwabo, besithi, ‘Khanincede, nize, ukuze sive ukuba lithini na ilizwi eliphuma kuYehova.’+
30 “Wena ke, nyana womntu, oonyana babantu bakowenu bathetha ngawe omnye komnye ngasezindongeni naseminyango yezindlu,+ omnye uthethe nomnye, ngamnye nomntakwabo, besithi, ‘Khanincede, nize, ukuze sive ukuba lithini na ilizwi eliphuma kuYehova.’+