2 Samuweli 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UDavide waqhubeka elawula wonke uSirayeli;+ yaye uDavide wayeqhubeka ebenzela izigwebo nobulungisa+ bonke abantu bakhe.+ Isaya 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+ Yeremiya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba ukuba ngokuqinisekileyo niya kuzilungisa iindlela zenu nezenzo zenu, ukuba ngokuqinisekileyo niya kwenza okusesikweni phakathi komntu neqabane lakhe,+ Yeremiya 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Utsho uYehova ukuthi: “Yenzani okusesikweni nobulungisa, nimhlangule ophangwayo esandleni soqhathayo; ningamdlakazelisi umphambukeli, inkwenkwe engenayise okanye umhlolokazi.+ Ningabagonyameli.+ Ningaphalazi naliphi na igazi elimsulwa kule ndawo.+ Zekariya 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Gwebani ngokusesikweni;+ nize nibe nobubele bothando+ nenceba omnye nomnye;+
15 UDavide waqhubeka elawula wonke uSirayeli;+ yaye uDavide wayeqhubeka ebenzela izigwebo nobulungisa+ bonke abantu bakhe.+
17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+
5 Kuba ukuba ngokuqinisekileyo niya kuzilungisa iindlela zenu nezenzo zenu, ukuba ngokuqinisekileyo niya kwenza okusesikweni phakathi komntu neqabane lakhe,+
3 Utsho uYehova ukuthi: “Yenzani okusesikweni nobulungisa, nimhlangule ophangwayo esandleni soqhathayo; ningamdlakazelisi umphambukeli, inkwenkwe engenayise okanye umhlolokazi.+ Ningabagonyameli.+ Ningaphalazi naliphi na igazi elimsulwa kule ndawo.+
9 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Gwebani ngokusesikweni;+ nize nibe nobubele bothando+ nenceba omnye nomnye;+