Duteronomi 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+ 2 Kumkani 24:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+ Yeremiya 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+
10 ukuze kungaphalazwa gazi limsulwa+ phakathi kwelizwe lakho akunika lona uYehova uThixo wakho njengelifa, nokuze ungabi netyala legazi.+
4 nangenxa yegazi elimsulwa+ awaliphalazayo, kangangokude azalise iYerusalem ngegazi elimsulwa, yaye uYehova akazange avume ukuxolela.+
6 ukuba akukho mphambukeli, akukho nkwenkwe engenayise kwaye akukho mhlolokazi niya kumcinezela,+ negazi elimsulwa aniyi kuliphalaza kule ndawo,+ yaye aniyi kuhamba emva kwabanye oothixo kuze oko kube yintlekele kuni,+