IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho.

  • Duteronomi 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Uze uzimisele abagwebi+ namagosa+ phakathi kwawo onke amasango owanikwe nguYehova uThixo wakho ngokwezizwe zakho, bagwebe abantu ngobulungisa.

  • Isaya 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Fundani ukwenza okulungileyo;+ funani okusesikweni;+ lungisani umcinezeli;+ yigwebeleni inkwenkwe engenayise;+ gwebani ityala lomhlolokazi.”+

  • Yeremiya 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Owu ndlu kaDavide,+ utsho uYehova ukuthi: “Ntsasa nganye+ nikelani isigwebo ngokusesikweni,+ kwaye mhlanguleni ophangwayo esandleni soqhathayo,+ ukuze umsindo wam ungaphumi njengomlilo+ uze okunene utshise ukuze kungabikho bani wokuwucima ngenxa yobubi bezenzo zenu.”’+

  • Hezekile 22:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Uyise nonina babaphethe ngendelelo kuwe.+ Kumphambukeli benze ngokuqhatha phakathi kwakho.+ Inkwenkwe engenayise nomhlolokazi babadlakazelisa kuwe.”’”+

  • Hezekile 22:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Abantu belizwe bona baye baqhubeka necebo lokuqhatha+ yaye baye bazixhwithela ekuphangeni,+ badlakazelisa oxhwalekileyo nolihlwempu,+ nomphambukeli bamqhatha ngokungekho sikweni.’+

  • Mika 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+

  • Zekariya 7:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Gwebani ngokusesikweni;+ nize nibe nobubele bothando+ nenceba omnye nomnye;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share