2 Kumkani 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+ 2 Kronike 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+
34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wenza uEliyakim+ unyana kaYosiya ukumkani esikhundleni sikaYosiya uyise waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthabatha wamzisa eYiputa, apho wafela khona ekugqibeleni.+
4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+