Yeremiya 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Owu zizukulwana, ziboneleni ilizwi likaYehova.+ “Bendiyintlango nje na kuSirayeli+ okanye ilizwe lobumnyama obukhulu? Kutheni na ukuze abantu bam, aba, bathi, ‘Siye sabhadula. Asisayi kuba seza kuwe’?+ Yeremiya 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+
31 Owu zizukulwana, ziboneleni ilizwi likaYehova.+ “Bendiyintlango nje na kuSirayeli+ okanye ilizwe lobumnyama obukhulu? Kutheni na ukuze abantu bam, aba, bathi, ‘Siye sabhadula. Asisayi kuba seza kuwe’?+
16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+