10 Waza uAzariya+ umbingeleli oyintloko wendlu kaTsadoki+ wathi kuye, ewe, wathi: “Ukususela ngexesha abaqalisa ngalo ukuzisa umnikelo+ endlwini kaYehova kubekho ukudla nokwanela+ kwaza kwasala intabalala;+ kuba uYehova ubebasikelela abantu bakhe,+ oku kuninzi kangaka kokuseleyo.”