Yeremiya 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+ Yeremiya 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+
24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+
37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+