2 Kumkani 24:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ekugqibeleni uYehoyakim walala kookhokho bakhe,+ yaye uYehoyakin unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kronike 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bona oonyana bakaYehoyakim yayinguYekoniya+ unyana wakhe, uZedekiya unyana wakhe. Yeremiya 22:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngaba lo mntu uKoniya+ uluhlobo nje oludelekileyo, noluqhekeziweyo,+ okanye isitya esingayolisiyo?+ Kutheni na yena nenzala yakhe bemele baphoswe phantsi baze balahlelwe kwilizwe abangalazanga?’+ Yeremiya 37:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+ Mateyu 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 uYosiya+ wazala uYekoniya+ nabantakwabo ngexesha lokugxothelwa eBhabhiloni.+
6 Ekugqibeleni uYehoyakim walala kookhokho bakhe,+ yaye uYehoyakin unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
28 Ngaba lo mntu uKoniya+ uluhlobo nje oludelekileyo, noluqhekeziweyo,+ okanye isitya esingayolisiyo?+ Kutheni na yena nenzala yakhe bemele baphoswe phantsi baze balahlelwe kwilizwe abangalazanga?’+
37 UKumkani uZedekiya+ unyana kaYosiya+ walawula esikhundleni sikaKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamenza ukumkani kwilizwe lakwaYuda.+