2 Kumkani 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+ 2 Kronike 36:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+
17 Ngaphezu koko, ukumkani waseBhabhiloni+ wenza uMataniya uyisekazi+ ukumkani esikhundleni sakhe. Waza walitshintsha igama lakhe languZedekiya.+
10 Ekuthwaseni+ konyaka uKumkani uNebhukadenetsare wathumela+ ukuba kuziswe eBhabhiloni+ iimpahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova.+ Ngapha koko, wenza uZedekiya+ uyisekazi ukumkani wakwaYuda naseYerusalem.+