8 Nabaseleyo bakwaYakobi bamele phakathi kweentlanga, phakathi kwezizwana ezininzi, babe njengengonyama phakathi kwezilo zehlathi, njengengonyama entsha enesingci phakathi kwemihlambi yezimvu, ethi, xa okunene idlula, ngokuqinisekileyo inyathele yaye iqwenge;+ kungabikho mhlanguli.