ABagwebi 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+ 2 Samuweli 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndithi ukucebisa: Nakanjani na makuhlanganiselwe kuwe wonke uSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBher-shebha,+ onjengentlabathi yolwandle ukuba mninzi,+ uye ke wena ngenkqu ekulweni.+ 2 Samuweli 24:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+
20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+
11 Mna ndithi ukucebisa: Nakanjani na makuhlanganiselwe kuwe wonke uSirayeli, ukususela kwaDan kuse eBher-shebha,+ onjengentlabathi yolwandle ukuba mninzi,+ uye ke wena ngenkqu ekulweni.+
15 Wandula ke uYehova wathumela indyikitya yokufa+ kwaSirayeli ukususela kusasa kwada kwalixesha elimisiweyo, kangangokuba kwafa ebantwini ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha+ amashumi asixhenxe amawaka abantu.+