Duteronomi 29:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’ Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Yeremiya 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+ Yeremiya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+ Hezekile 37:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Thetha ke kubo uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabonani, ndithabatha oonyana bakaSirayeli phakathi kweentlanga abaye kuzo, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye macala onke ndize ndibazise emhlabeni wabo.+
24 zothi ke zonke iintlanga, ‘Kungenxa yantoni na ukuba uYehova enjenje kweli lizwe?+ Kuyini na ukuvutha kwalo msindo mkhulu kangaka?’
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
3 “Mna ndiya kuqokelela ndawonye intsalela yezimvu zam emazweni onke endandizisasazele kuwo,+ ndizibuyisele edlelweni lazo,+ yaye ngokuqinisekileyo ziya kuqhama zande.+
14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+
21 “Thetha ke kubo uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabonani, ndithabatha oonyana bakaSirayeli phakathi kweentlanga abaye kuzo, yaye ndiza kubaqokelela ndawonye macala onke ndize ndibazise emhlabeni wabo.+