Yeremiya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova. Yeremiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+
14 “Kutheni na sahlala? Zihlanganiseni ndawonye, singene ezixekweni ezinqatyisiweyo+ size sithi cwaka apho. Kuba uYehova uThixo wethu usivale umlomo,+ kwaye usiseza amanzi anetyhefu,+ ngenxa yokuba simonile uYehova.
15 ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabona, ndisidlisa umhlonyane sona,+ oko kukuthi, esi sizwana, kwaye ndiza kusiseza amanzi anetyhefu;+