Yeremiya 27:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+ Yeremiya 29:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ningakhohliswa ngabaprofeti benu abaphakathi kwenu nabo benu abavumisayo,+ yaye musani ukuwaphulaphula amaphupha abo abawaphuphayo.+
9 “‘“‘Nina ke, musani ukubaphulaphula abaprofeti benu+ nabo benu bavumisayo nabaphuphi benu+ nabo benu abaqhelisela umlingo nabakhafuli benu,+ abathi kuni: “Nina aniyi kumkhonza ukumkani waseBhabhiloni.”+
8 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ningakhohliswa ngabaprofeti benu abaphakathi kwenu nabo benu abavumisayo,+ yaye musani ukuwaphulaphula amaphupha abo abawaphuphayo.+