IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Ke yena umprofeti ofane nje wacinga ukuthetha egameni lam ilizwi endingamyalelanga ukuba alithethe+ nothe wathetha egameni lathixo bambi,+ loo mprofeti umele afe.+

  • Yeremiya 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko ke utsho uYehova ngokuphathelele abaprofeti abaprofeta egameni lam nendingabathumanga nabathi akukho krele okanye ndlala eya kubakho kweli lizwe ukuthi, ‘Abo baprofeti baya kufikelela ekupheleni kwabo ngekrele nangendlala.+

  • Hezekile 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, profeta ngokuphathelele abaprofeti bakwaSirayeli abaprofetayo,+ yaye umele uthi kwabo baprofeta okusuka entliziyweni yabo,+ ‘Liveni ilizwi likaYehova.+

  • Mateyu 24:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share