IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 5:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Nabaprofeti baba ngumoya, yaye ilizwi alikho kubo.+ Kuya kwenziwa ngaloo ndlela kubo.”

  • Yeremiya 23:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi nxamnye nabaprofeti abo ukuthi: “Yabona, ndibadlisa umhlonyane, kwaye ndiza kubaseza amanzi anetyhefu.+ Kuba kubaprofeti baseYerusalem kuphume uwexuko+ lwaya kulo lonke ilizwe.”

  • Hezekile 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nesandla sam sinxamnye nabaprofeti ababona into engeyonyaniso nabavumisa ubuxoki.+ Abayi kuqhubeka bekho kwiqela lamakholwane+ abantu bam, abayi kubhalwa nakwincwadi yengxelo yendlu kaSirayeli,+ nakumhlaba wakwaSirayeli abayi kufika;+ ukuze nazi ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share